[go: up one dir, main page]

Jump to content

U-Dmitry Mendeleyev

Livela
u-Dmitry Ivanovich Mendeleyev
Umsebenzi wakhe: Chemist and inventor
Ilizwe lalke ngokuzalwa: Russia
Indawo azalelwe kuyo kukufa: 8 February 1834
Indawo azalelwe kuyo: Verkhnie Aremzyani, Tobolsk Governorate, Russian Empire
Morto-dio: {{{Mort-dio}}}
Umhla wokuzalwa kwakhe: Saint Petersburg, Russian Empire
Kauzo di morto: {{{Kauzo}}}
Spozino: {{{Spozino}}}
Spozini: {{{Spozini}}}
Spozulo: {{{Spozulo}}}
Spozuli: {{{Spozuli}}}
Filio: {{{Filio}}}
Filiino: {{{Filiino}}}
Filiini: {{{Filiini}}}
Filiulo: {{{Filiulo}}}
Filiuli: {{{Filiuli}}}
Gefilii: {{{Gefilii}}}
Premii qui recevis: {{{Premii}}}


u-Dmitry Ivanovich Mendeleyev (wazalwa ngomhla wesi-8 kweyoDumba (ngokwekhalenda ka-Julian O.S. ngomhla wama-27 kweyomQungu) ngo-1834 kufuphi ne-Tobolsk – ngomhla wesi-2 kweyomDumba O.S. 20 January 20) ngo-1907 e-Saint Petersburg) wayengusokhemesti wase-Russia. Nguye oyena mntu wathi wayila i-periodic table yee-elements. Uninzi lwamalinge akhe athi enziwa kwi-periodic table yakhe (izinto ezinjengee-properties of elements nezazingekafunyaniswa mntu ngelo xesha. Loo nto yakhokhelela ekubeni i-Chemical element 101 ibizwe ngo-Mendelevium. Ubomi bakhe

U-Mendeleev wazalelwa kwilali yase-Verkhnie Aremzyani, kufuphi ne-Tobolsk, ezalwa ngu-Ivan Pavlovich Mendeleev kunye nomkakhe uMaria Dmitrievna Mendeleeva (intombi yakwaKornilieva). Uyisemkhulu waye enguPavel Maximovich Sokolov, umshumayeli wecawa yamaOrthodox aserussia esuka kwingingqi ye-Tver .[1] U-Ivan, ekunye nabafowabo ekunye noodadewabo, baafumana iifani ezintsha ngethuba apho babehamba iindibano zezakwalizwi. [2] Wathi kamva ekukhuleni kwakhe, wayila i-periodic table yee-elements.

U-Mendeleev ucingelwa ukuba wayenguntondo kubantakwabo ababeli-14, kodwa elona nani lililo liyohluka ngokwabhali abasinika le ngxelo. Wathi xa aminyaka ili-13 ubudala, emva kokusweleka kukayise nokutshatyalaliswa ngomlilo kweziko loshishino likanina, uMendeleev waqalisa ukuya e (school)|Gymnasium eTobolsk.

Ngo-1849, usapho lalwaMendeleev nolwaluse luziimpula zikalujaca ngelo xesha laya eSaint Petersburg, apho wafika wangena kwi-Main Pedagogical Institute ngo-1850. Emva kokuthweswa kwakhe isidanga, isifo sephepha samenza ukuba afuduke aye e-Crimean Peninsula ngakunxweme olusemantla eBlack Sea ngo-1855. Uthe eselapho waba yingqonyela yezescience ye-Simferopol gymnasium №1. Waphindela eSaint Petersburg ephile engumqabaqaba ngo-1857. I-Periodic Table I-Mendeleev ka 1871

U-Dmitriy Mendeleev: imbali emfutshane ngemisebenzi yakhe, nangobomi bakhe, mendcomm.org Удомельские корни Дми